Umntu oko eyingwelerha kodwa kufuneka enze amagwinya ngomso馃槶馃槶 andibaweli ukwenza niks for 36hrs. Ndibuyekile 馃槱
For the past 30mins oko ndingayazi yeyiphi SA kule match coz kulo mzi ndikuwo oko sisela le drink. Ndicela icamp chair @SavannaCider yhini.
Happy Saturday 馃帀
1
3
225
Sometimes kumnandi usebenza nama 2k, then athi "Sis Babes, ngaske uBawo akunike amawele". Uvele uyazi ke ngoku uba abayazi tu uba umdala.
1
3
188
My sister keeps sending me iingoma for umgidi, uthi mandifunde lyrics ndizawcula kuphele ilizwi. Inoba undilibele.
5
178
Every second day I treat myself to igwinya ne russian. Sometimes once a day, sometimes twice. Oksalayo ndi happy, I will not let tight clothes ruin my day.
Bendizobukela u MamXesibe edlala netball, khange afike, ndihleli no Mbathane ngoku having sundowners. Ndiyabathanda abantu bakulo baby daddy.
1
135
My mom's uncle always makes me smile, I don't think he even knows my name. Undibiza Ntombentle 馃尮
Happy Friday 馃帀馃帀馃帀
3
23
515
I find comfort in knowing ndizawfika endlini nditye igwinya ne russian ndithobe nge something not as cold kuba kaloku akukho mbane.
2
2
126
Babs: Goeie middag
Her: akumnandi umntu uqhayisa ngee languages azaziyo
Babs: ayikho nawe into ekwenza undifownele more than 3 times ngemini
Kunini ndikhumsha. Masigodukeni futhi ngoku, umsebenzi inoba udikiwe sithi.
3
167
Ubuyile umphathi, undifuna umsebenzi ebethe sizawenza sobabini 馃槀馃ぃmna ke ndiyayazi akakho u "I" ku team so ndiye ndamlinda. Uthi ngoku mandenze as I please. One day bazawvuka kukho Billboard enobuso bam outside this office.
1
2
220
I offered her peanuts, tell me why she is complaining that there are no raisins in both packets 馃ぃ馃ぃNdirongo ngokutya what i wanted from the packet馃ぃ馃ぃ馃ぃ
1
2
134







